16/10/2026
✨ One word connected every speech: excellence.
Walmer Primary School invited masifunde, masifunde's implementing team, provincial and district education officials, and local political representatives to celebrate an exciting milestone: the launch of three rebuilt and fully furnished classrooms, an ablution block, rainwater harvesting, solar power and a CCTV system.
It was a celebration of what partnership can achieve—and of the possibilities ahead.
Throughout the speeches, the message was clear: let us deepen this partnership and build a school where educational excellence becomes an everyday reality.
Thank you to Walmer Primary School for bringing everyone together, and to our funders and partners for helping make this progress possible.
Together, we are creating an environment where children can thrive.
---
✨ Linye igama ebeliphindaphindwa kuzo zonke iintetho: ukugqwesa.
Isikolo samabanga aphantsi iWalmer simeme i-masifunde, iqela layo eliphumeza le projekthi, amagosa ezemfundo ephondo nawesithili, kunye nabameli bezopolitiko basekuhlaleni ukuba babhiyozele inyathelo elibalulekileyo: ukuvulwa kwamagumbi okufundela amathathu akhiwe ngokutsha naxhotyiswe ngokupheleleyo, isakhiwo sezindlu zangasese, inkqubo yokuqokelela amanzi emvula, inkqubo yombane welanga kunye nenkqubo yeekhamera zokhuseleko ze-CCTV.
Lo ibingumbhiyozo wento enokufezekiswa ngentsebenziswano—kunye namathuba asivulekeleyo kwixesha elizayo.
Kuzo zonke iintetho, umyalezo ubucacile: masiyomeleze le ntsebenziswano, sakhe isikolo apho ukugqwesa kwezemfundo kuba yinxalenye yobomi bemihla ngemihla.
Siyabulela kwisikolo samabanga aphantsi iWalmer ngokusidibanisa sonke, nakubaxhasi bethu ngemali namahlakani ethu ngokuncedisa ekwenzeni le nkqubela ibe yimpumelelo.
Sisonke, sakha indawo apho abantwana banokukhula baze baphumelele.
www.masifunde.org