24/04/2024
Guys ndicela ukuba kungenzeka njani ndiyofunda kwesinye isikolo yhuuuuu yageza principal wethu. Abazali bethu bayagezelwa ahambe engancadakalanga. Inoba wenziwa kusindwa yila ntloko inkulu nesisu kodwa madiba unaso kodwa akagezi gweva naye jiks . Sukude unaso akagezeli mntu naye kwehla nje madwayi. Saps akukho vibe akufani nale minyaka bekukho ntlane sister wam uthi uyamazi kahle some weekend kukho enye gal yaphantse yabhubha bazama uncedo ku khanda bafaka phone ku loud kuthi wati yekee ndimamele emvakoko wathula mzala wathetha fonini. Ukhohlakele Zulu wabo shame ndiqala ukunyanya ngofunda saps