Umzi ka Phalo SMU Society

Umzi ka Phalo SMU Society Umzi kaPhalo libutho loluntu lwamaXhosa afunda kwiziko lemfundo enomsila e-SMU.

Injongo yalo kukudibanisa okanye ukwakha indawo apho bakhumbuzana kwaye bafundisana ngemvelaphi nangezithethe zesintu zakwaXhosa.

“Ungalahlʼimbo yakho ngophoyiyana”

Address

Pretoria

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Umzi ka Phalo SMU Society posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Organization

Send a message to Umzi ka Phalo SMU Society:

Share