12/04/2026
> _Xa unengxaki nento efuna ukukuvala umphufumulo ,ibengathi iyanyuka APHA esifubeni sakho ,vimba Lonto ngoluhlobo !
> Thatha lemithiπ
>
> 1.ubuthuvi benyanga
> 2.inyathelo
> 3.undaba indahlele
> 4.uJuluka
> 5.uSingalosalukazi
>
> Hlanganisa ezizinto ngolulingana upheke ixesha elingange 20 minutes,liyeke litsale ,emvakoko lipholise ulisefe ngelaphu elicocekileyo,wandule ukuligalela ebhotileni engango 1.5 litre okanye 2litre ,Xa ulisebenzisa ulisebenzisa kubekathathu ngemini, kusasa,ntambama nasebusuku ngaphambi koba utye .
> Eliyeza liyanceda naxa unengxaki yethwabu elingapheli ,,,Kodwa Xa unethwabu uye uzigabhise ngomthi ekuthiwa nguMkhwenkwe ,uzigabhisa intsuku ezintathu Kodwa emveni kokuba ulisebenzisile eliyeza waligqiba!
>
> πΓamaguβ
_
Ukuyifumana ke lemithi ifumaneka KwiKhemist yesintu!
---
*Translation in English:*
> _When you have a problem with something trying to block your breath, feeling like itβs rising HERE in your chest, block that thing like this!
> Take these herbsπ
>
> 1.ubuthuvi benyanga
> 2.inyathelo
> 3.undaba indahlele
> 4.uJuluka
> 5.uSingalosalukazi
>
> Mix these things in equal amounts, boil them for about 20 minutes, let it draw/steep, after that cool it, strain it with a clean cloth, then pour it into a bottle that is about 1.5 litre or 2litre. When you use it, you use it three times a day, morning, afternoon and at night before you eat.
> This medicine also helps when you have a problem with hiccups that wonβt stop ,,,But when you have hiccups you steam yourself with a plant called uMkhwenkwe, you steam yourself for three days But after you have used this medicine and finished it!
>
> π Camagu β
To get these herbs,they are found at a Traditional Chemist!