19/01/2024
🎉🎊Halala!! Halala!! Halala!!🎊🎉
Special shout-out to all students that worked hard and sacrificed lots their time to want to uncover what’s unknown in the syllabus.✅
💖To our own matriculants aphe Walmer location siyaniphakamisela kakhulu, kuba siyazi zininzi izinto ebezingumceli mngeni kuni. Kodwa kuyo yonke lonto nenza nagqithisela🎉🎊