Izizwe Funeral Undertakers

Izizwe Funeral Undertakers Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Izizwe Funeral Undertakers, Nonprofit Organization, No 72 Philippi Village, Philippi.

23/03/2025

Molweni Mzontsundu.

Ndicela ukhangeliswa ifamily yakwaGqirana. Ndingumphangeli waseMitchell’s Plain District Hospital (eKapa). Kukho utata owasweleka nge 1 kaDecember 2024, isibhedlele sizamile ukukhangela ifamily yakhe kodwa kwacaca ukuba apho ebehlala khona ibingumntu eberenta, Akukho mntu unolwazi even umeza lo wayemse esibhedlele akazinto ngosapho lwalomntu.

Unobangela ke ndibhale lomyalezo kukuba umfi lo, isibhedlele sesimnikele kwiCompany leyo ingcwaba abantu. Kuye kwabuhlungu ke k*m ukuva lonto, ndacinga abantwana, nosapho lukatata lihleli ethembeni ukuba utatu uzokubuyo eKapa since he came here ngempangelo. Ndiyacela masisasazeni to as many people as we can get until the family is reached.
After ndivile ukuba sele emkile esibhedlele ndiye ndafouna kula company yobangcwabi ndabacela ukuba babe bewamisa amalungiselelo ngok*mgcwaba utata, I have faith ukuba ifamily izode ifumaneke.
Utata lo ngu MALUSI GQIRANA, wazalwa nge12 April 1968. Ebehlala e16158 Bester Hostel, eNyanga, 7755. Andilo ke ulwazi lokuba emvelaphi yakhe ungowaphi but umeza uthi ebesuka eEastern Cape.
If kukho ifamily member ebone lemessage bangafounela iShalom Alijac Funeral Services (021 932 0042) ASAP.

PLEASE SHARE THIS TO AS MANY PEOPLE AS YOU CAN UNTIL THE FAMILY IS REACHED.

Enkosi

24/11/2024

No Age Limit,Joina ngeR150,
Betha iR250pm for abantu abayi 7
Age 18 to 64 ufaka 3and 65 to 74 ufaka 4
Intloko R15 000, abaphantsi kwakho R10000
Siyawugodusa Umzimba xa ifunanjalo ifamily
Let's talk to WhatsApp 0645407343
Sithatha zonke iidolophu
Naba Over Age siyabathatha

Account number National
Nedbank 1220407895
Izizwe Burial Scheme

Address

No 72 Philippi Village
Philippi
7750

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Izizwe Funeral Undertakers posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Organization

Send a message to Izizwe Funeral Undertakers:

Share