Widow devorced &Single parents Organisation

Widow devorced &Single parents Organisation For mentoring guidance &Support as they'd entered a new journey of being single again we pray together trusting the Lord for what ever challenges we face

03/08/2025
31/07/2025

Kukhe kwanzima k*m ukwamkela ubuhlolokazi ndibe Anger to God ukundithathela uMyenam emncinci nam ndimncinci nalanto yokuba singabi Nabo abantwana bethu sisangena emtshatweni wane Cancer yoMongo ebizwa Lukemia yhooo yandihluk*meza Lo cancer andinabhongo ukuba wayengakhuliswa ngu King Kaizer Matanzima ngekwakunzima wes kuthi kodwa uThixo wayesinike looMzali owasithandayo kakhulu wahamba Nathi kulondlela ekhupha neyokigqibela Rest easy Madiba. I will forever be great full to you Zondwa

31/07/2025

God is really amazing kwimpilo yomntu to think that unako ukusivusa sikwindawo ngendawo zethu k*mazwe ngamazwe inene He is Supernatural God.Masimdumise simncome.

Ndibuyile ndisatsho uYesu yiNkosi kuqala yena kugqibela yena kweyam impilo
26/07/2025

Ndibuyile ndisatsho uYesu yiNkosi kuqala yena kugqibela yena kweyam impilo

Address

G 94 Rada Street , Khayrlitsha
Paardeneiland
7784

Telephone

+27716986314

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Widow devorced &Single parents Organisation posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Organization

Send a message to Widow devorced &Single parents Organisation:

Share