14/09/2026
♦️WESTERN CAPE MANIFESTO LAUNCH♦️
Wonke umhlali walapha eNyanga Ward 37 uyamenywa kwiManifesto Launch yeEFF.
Umbutho we-EFF uhlaba ikhwelo kumalungu, abalandeli, kunye nabo bonke abahlali baseNyanga ukuba beze ngobuninzi babo kwiManifesto Launch yethu.
Isisithethi sethu esiphambili solu suku nguMongameli we-EFF uCIC Julius Malema, ozobe ezisa umbono nethemba elitsha kuluntu lwethu.
Indawo: Delft South, Sports Complex
Umhla : 20 September (Sunday)
Ixesha :11AM
Ngomhla we04 November Sivotela EFF❤️💚🖤