INkwenkwezi - The stars

INkwenkwezi - The stars The Stars NPO is a soup kitchen and caregiving based. We are helping elderly, we bath them and those

07/06/2022
Ukuba INkosi no Moya Oyingcwele ebengamanga mgakuthi ngesahluleka kudala. Uzuko kulowo usenyangwenπŸ‘πŸ‘πŸ‘
07/06/2022

Ukuba INkosi no Moya Oyingcwele ebengamanga mgakuthi ngesahluleka kudala. Uzuko kulowo usenyangwenπŸ‘πŸ‘πŸ‘

God is love
27/01/2022

God is love

Isaiah 58 vers 6
27/01/2022

Isaiah 58 vers 6

S**a ume ukhanye ngoba ukukhanya kwe Nkosi kuthe capha phezu kwakhona πŸ™ŒπŸ™ŒπŸ™ŒπŸ˜‡πŸ˜‡
26/08/2020

S**a ume ukhanye ngoba ukukhanya kwe Nkosi kuthe capha phezu kwakhona πŸ™ŒπŸ™ŒπŸ™ŒπŸ˜‡πŸ˜‡

23/08/2020

Luke 24v48 Nina ke ningamangqina ezi zinto.

23/08/2020

uYesu uyabuyaπŸ˜­πŸ˜­πŸ˜­πŸ™ŒπŸ™ŒπŸ™Œ

Mathew 15v35-38 Wathi kwizihlwele mazihlale phantsi emhlaben. Wazithabatha ke izonka zosixhenxe nentlazi, wabulela, waqh...
23/08/2020

Mathew 15v35-38 Wathi kwizihlwele mazihlale phantsi emhlaben. Wazithabatha ke izonka zosixhenxe nentlazi, wabulela, waqhekeza wanika abafundi bakhe abafundi ke banika izihlwele. Badla bonke bahlutha; basusa amaqhekeza aseleyo, iingobozi zasixhenxhe zizele.

15/07/2020

Inkwenkwezi npo sisaquba asimanga, uba une mpahla ongay nxibi please scela ungay lahli ngoba ba khona abaydinganyo.

Ngolwesbini nangolo sine spheka I soup for I community (Nkandla &Kanana) ukanti siyacela ukuba ubawela unikela ungatsho wamkelekile noba yi loaf inye yesonka, ukho umehluko ewenzayo.

Sikwangceda nama xewkazi, namagxego, angakwaz ukuzivasa siye siwancedise. Wonke lomsebenzi siwenzela uzuko luka Thixo. Asibizi ne cent. Ukanti wena ungenanto iphathekayo, yona unikele. Please umthandazo wakhe siyawamkela, scela usthandazise ukuze lomsebenzi uqhubeke uyofikelela nakweznye indawo. INkosi inisikelele.

Address

Nelson Mandela Bay

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when INkwenkwezi - The stars posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Organization

Send a message to INkwenkwezi - The stars:

Share