Kisto loza jobs and removals

Call Directions Contact the organization

Kisto loza jobs and removals Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Kisto loza jobs and removals, Nonprofit Organization, Khayelitsha Town 2 Village.

04/02/2024
11/05/2023

Inqunyanisiwe inkqubo yokufunda nokufundisa kwiziko lemfundo enomsila iCPUT

Idyunivesithi yophuchwephetsha yommandla iCape Peninsula Univesity of Technology(CPUT) kunyanzeleke ukuba ithabathe isigqibo zokuwavala onke amaziko ayo okufunda nokufundisa kuquka neendawo ezihlala abafundi kulandela izixholoxholo zogwayimbo lwabafundi ezithiwe mbende ludushe.Abafundi bela ziko mfundo bashiyeke bebambe ongezantsi emva kokufumana imbalelwano ebazisa malunga nesi sigqibo nalapho bachazelwe ukuba ngentsimbi yesine malanga ngomso kufuneka baphume baphele kumagumbi ela ziko mfundo.Imbalelwano iqhuba ithi bazakulungiselwa iindlela zokuhamba abo banamakhaya angaphandle kweli phondo le Ntshona Koloni. Kungoku nje bakhutshelwe nezigunyaziso zenkudla ezibathintela ukuba babe kweli zikomfundo

28/07/2022

Ndisekhona Bantu bam endibathandayo ntonje ndaye okokha bt ndisazenza ezi : tiling and painting and laminate flooring and removals local and long distance, carport, ceiling,umbane

Address

Khayelitsha Town 2 Village
7784

Telephone

+27677607547

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Kisto loza jobs and removals posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Organization

Send a message to Kisto loza jobs and removals:

Shortcuts

Share