01/10/2026
Ngamanye amaxesha, into esiyidingayo kukuba phakathi kwabantu abakuqondayo… ngaphandle kokuba uthethe nto.
Sonke siphethe izinto esingasoloko sikwazi ukuzichaza.
The silent battles. The pain. The fear. The exhaustion.
Izinto esidlule kuzo, nezinto esisazama ukuzikhulula kuzo.
Kwaye ngamanye amaxesha, we don’t need to explain ourselves.
Sifuna nje ukuba segumbini.
Igumbi elizaliswe ngabantu abazi ukuba kuthetha ukuthini ukulwa.
People who understand what it means to keep going when you’re tired.
Abantu abazi ukuba kuthetha ukuthini ukukhangela ithemba xa yonke into ibonakala imnyama.
Mhlawumbi The Pilgrimage ayisiyondawo oza kuyo nje ukuzonwabisa.
Maybe it is a place to breathe again.
Ukubeka phantsi okwethutyana oko ubukuthwele ixesha elide.
To listen. To sing. To pray. To feel.
Ukukhumbula ukuba awuwedwa.
Kuba ngamanye amaxesha, uThixo usebenzisa **music, stories, people and moments** ukuze asikhumbuze ukuba sisengabo.
Mhlawumbi awudingi zonke iimpendulo ngoku.
Maybe you just need to be in the room.
Igumbi lokholo.
Igumbi lomculo.
Igumbi lamabali.
Igumbi apho intliziyo inokuphefumla kwakhona.
Mhlawumbi eli ligumbi obulilindile.
📍 THE PILGRIMAGE
🎶 A journey of music, faith, stories and healing.
Yiza. Be in the room. You never know what God may do there. 🙏🏾