04/11/2025
Holistic Readiness Imbizo – Ukulungiselela uhambo oluNgcwele lobudoda
Amaxesha amaninzi sigxila kumakhwenkwe aya entabeni sityeshela iintsapho zawo. Kodwa uhambo lokuya entabeni luyindlela yosapho lonke umntwana, umzali, nomphakathi.
Sihlaba ikhwelo bazali, oomama nootata, ukuba nithathe ixesha ngeCawe le yomhla we-9 ka-Novemba 2025 ngo-15h00 nize kule Imbizo yethu izakuqhuba ngobuxhakaxhaka balemihla ( Online platform).
Ngalomhla sakube sisabelana ngezihloko ezibalulekileyo ezifana nentsingiselo yokwenyani yobudoda, ukhuseleko lwezempilo, nendima yosapho kanye kwelixesha lokulungiselela ukuya entabeni ngenjongon zokukhusela abantwana bethu. Thembelani Vazi Broadway Legacy Foundation The Great Kei Teenagers Against Drug Abuse Noku Nowinkie Batyi @
💻 Indawo: Microsoft Teams
📅 Umhla: 9 Novemba 2025 | 🕒 Ixesha: 15h00–16h30
🎙️ Umququzeleli: IZwi Mentorship Hub
RSVP: 0798638713
yinxalenye yoluhambo sixonxa amadoda angomso namhlanje
bephila babuye bephilile