18/06/2026
🚨AMATHOLE CUSTOMARY INITIATION WINTER SEASON LAUNCH
📍Join us as we officially launch the Amathole 2026 Winter Initiation Season.
📆: 19 June 2026
Phase 1: Ngqamakwe at 10H30
Phase 2: Butterworth at 12H00
💡iADM Initiation Forum ikhuthaza abazali, abakhulisi babantwana, kunye noLuntu baqinisekise ukuba amakhwenkwe ahlolwe impilo phambi kokuba baye eSuthwini!
> Masisebenze kunye ukuqinisekiza ixesha lolwaluko olukhusekileyo nolunesidima.
Mabaye Bephila - Babuye Bephila!