HIV Positive Singles Around Eastern Cape

HIV Positive Singles Around Eastern Cape This page is for those who are HIV Positive especially those who live around Eastern Cape who are looking for Positive Partners.
(1)

Please no insult in this Page otherwise we going to delete your post or comment. Please we also don't allow tribalism and racism. Let's all be Positive and find our SOULMATES. We all know its very difficult to find the partner that you can be free to tell about your status and we find it so difficult to drink our medication if we are not honest to each other meaning we don't know each other's status

21/08/2025

Hi admin please ndicela undibhalele aph ungandivezi ndingu cc ona 30 ndi HIV positive andisebenzi ndinabantuana 2 ndicela ubhut endingaphilisana naye ndise mtata andinangxk na age and positive naye

21/08/2025

Hi admin mandiphinde ndibhale
Ndingu cc ndina 32 ndiyaphangela ndiyi security ndiyazihlalela andinamntana ndingu cc ozithandayo kakhulu ndifuna gleli nhe ndinuka kamnandi ndingu cc onamaphupha andifunu phelela kule ndawo ndikuyo am I want more ndicela ubhuti abelinene azithande inene lomfana age 32 unyuka aphangele noba unabo abantwana kodwa bangadluli ku 2
Ndifunutshata

21/08/2025

Molo admin. Cela undi postele apha. Ndi ngu Mfana ndi hlala e West Bank, e Monti iminyaka 29. Cela ofuna siyi zame natsi number 0731466115

21/08/2025

Hi admin,ndingu cc ona 32yrs HIV + single andina mntwana ndise Eastern cape king Williams ndicela bhuti oHIV + naye abe around age 35 kuya 40 Abe single

21/08/2025

Molweni nguBhuti frm Bizana 41 yrz kdw ndilapha eDbn ngozama impilo ndicela ucc ongenangxak nomendo ndingakonwabela ufumana ucc onento ayenzayo empilweni noba ngaba litafula ndicel abantwana bangadluli ku 2 WhatsApp 0632122024

21/08/2025

Molweni nguBhuti eBizana 41 yrz cela ucc ozoba ngowam ozoyohlala ekhaya nomama ekuqhubekeni kwexesha sesibona ba siphathene kanjn ndizoyovela kowabo uba uyaphangela ndicel atshintshele Bizana uzohlala ekhaya ngob kukfutshane neTown ndaz ba xandigodukile ndofika ekhona ngeke ndimhluphe ndozama ngayo yonke indlela ba onwabe

21/08/2025

Hi admin im a 36-yr old HIV positive man residing in keiskammahoek looking for a positive lady around the same area. Will check comments for replies.

21/08/2025

While sharing HIV jokes, remember that someone close to you is dying inside because they fear being stigmatized and judged by you.

14/07/2025

MORNING ADMIN PLEASE HIDE ME NDINGU MFANA APHA EAST LONDON AGE 33 YRS HLALA MONTI NDIYAPHANGELA AS SECURITY NDIZICELELA SISI ENDIZOPHILISANA NAYE AM H.I.V POSITIVE CELA SISI AT LIST AGE AQALE KU 24 TO 35 YRS AROUND EAST LONDON I CHECK ON COMMENT

14/07/2025

Hellow admin. I would like to be anonymous. I am a 46 years old guy with no child. I am based in PE. I am looking for a matured woman, with no child as well. The age should be between 30 and 45 and she must be working. Inbox me if you interested.

14/07/2025

Hello admin hide.im a single guy from gqeberha I'm single looking for my best of my life.my age 55.if you want WhatsApp me here is my number 0722327644

Plz post it 🙏

14/07/2025

Molo admin Gama lam ndingu Bongi ikhaya lise Mount Frere ndsekapa kwi ekuthiwa kuse Sqalo I next to I Samora lendawo ndikuyo ngok, ngokomsebenzi ndineminyaka ey 33 ndinomntwana oyi 1. ndicela indoda efuna uThando, sithandane ,sihloniphane indoda edikiweyo kukudlala, indoda endzophilisana nayo sithethe ngobom bethu sakhane,sonwabisane,ethandweni lethu ibeneminyaka eyi 35 to 45 sibe kwi status esifanayo hiv+..abengumntu olapha ekapa kdwa ikaya lakhe libe Se eastern cape..ndomnika pick Ku WhatsApp number yam 0734675233 ..angandithethisi umntu ongekho serious ...uba uyadlala ndiya Ku block enkosi 👏

Address

Cofimvaba

Opening Hours

Monday 09:00 - 21:00
Tuesday 09:00 - 20:00
Wednesday 09:00 - 23:00
Thursday 09:00 - 22:00
Friday 09:00 - 00:00
Saturday 11:00 - 17:00
Sunday 14:00 - 18:00

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when HIV Positive Singles Around Eastern Cape posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share