Aaa Hombelithongo mhlekazi

Aaa Hombelithongo mhlekazi U Hombelithongo ligqirha elathwasa lilincinci ngo 1987/8,liphile kwi nkundla ezingapha kwesithathu

10/06/2026

Yeyiphi ingoma oyivayo xa ucoca umrhawule wakowenu ?

Xa ungakwazi kombela uye uthini ? 🫣🫣🫣

10/06/2026

Lift Offer 12 Friday June 2026 kusasa kakhulu.From Elliot via Cala,Lady Frere and QTN to Cape Town.
If unomdla contact 0736642576.

Ndicela amaGqirha amanyhani andincedise ukuphendula lemibuzo ! "Tatu Bhele ,ndicela ukubuza mtomdala ingaba into yomlaza...
10/06/2026

Ndicela amaGqirha amanyhani andincedise ukuphendula lemibuzo !

"Tatu Bhele ,ndicela ukubuza mtomdala ingaba into yomlaza iqalaphi iphele phi ebugqirheni ?

1. UmNtu oliGqirha/Mguli otshatileyo ingaba xa eleli neqabane lakhe ngumlaza lowo ,kufuneka ehlambile qho?
2. Ukuba andihlambanga ngayeza or iintelezi ndihoye into zokugula after 2days ,ndisenomlaza ?
3. Uhlala exesha elingakanani umlaza?

Enkosi Tatu Bhele ngexesha lakho , Sihlwele πŸ‘πŸΎπŸ‘πŸΎ"

Hay bo uphi nalo Khokho u Bhele -Hombelithongo nikhala ngaye πŸ˜„πŸ˜„πŸ«£πŸ«£ ?  Ndikhaphe umzukulwana wam uyokunyanga emzini ngelo ...
10/06/2026

Hay bo uphi nalo Khokho u Bhele -Hombelithongo nikhala ngaye πŸ˜„πŸ˜„πŸ«£πŸ«£ ?

Ndikhaphe umzukulwana wam uyokunyanga emzini ngelo xesha, uve amaxhego ebuzana de abuze nalapha kuwe πŸ˜„πŸ˜„

Bazukulwana bethongo ,ningaziqhelanisi nokuba kude koo Tamkhulu noo Makhulu benu bethongo kuba kuninzi enakuzuza kubo ng...
10/06/2026

Bazukulwana bethongo ,ningaziqhelanisi nokuba kude koo Tamkhulu noo Makhulu benu bethongo kuba kuninzi enakuzuza kubo ngokwethongo πŸ‘πŸΎπŸ‘πŸΎ.

Thina bangazange bababona siyalililela eloxesha singazange sabanalo πŸ‘πŸΎπŸ‘πŸΎ

10/06/2026

Hay ndiwuqoqosha oko nabaNtwana bam awude uqoqosheke lomrhawule πŸ˜„πŸ˜„. Khanize necebo maGqirha.

Andimele la maGqhirha azi kakhulu anentsimbi esegazini nanentsimbi ngokundixela ngee mfihlo ,ukungahloniphi nawo wonke nje umoya. UmNtu ayenze kowakowabo umrhawule.

Ezinye izinto zazikho mandulo kodwa ngesiNtu. Inyongo ye nkomo yayisukwa isebenze njengesikhuseli  (Condom) kumaqabane x...
07/06/2026

Ezinye izinto zazikho mandulo kodwa ngesiNtu. Inyongo ye nkomo yayisukwa isebenze njengesikhuseli (Condom) kumaqabane xa kukho eline gcushuwa okanye ezinye izifo zangaphantsi.

Wena uyazi isebenza entwenini inyongo yenkomo ?

Uyawazi umpha, yintoni imisebenzi yompha oyaziyo ?
07/06/2026

Uyawazi umpha, yintoni imisebenzi yompha oyaziyo ?

UbuGqirha buyakwazi kuphela okanye bumnke ashiyeke eliqokobhe elihombe ngobu Gqirha, xa ungabuhloneli !
06/06/2026

UbuGqirha buyakwazi kuphela okanye bumnke ashiyeke eliqokobhe elihombe ngobu Gqirha, xa ungabuhloneli !

Imbeko elapha , ukubetha kolwimi okulapha, ingqondo elapha, ukunyathela okulapha nditsho mna nengoma ikhona kwesi Sihlwe...
03/06/2026

Imbeko elapha , ukubetha kolwimi okulapha, ingqondo elapha, ukunyathela okulapha nditsho mna nengoma ikhona kwesi Sihlwele πŸ‘πŸΎπŸ‘πŸΎ, Camagu MaBhuluπŸ™ŒπŸΎπŸ™ŒπŸΎ

Address

32519 Khwaza Street, Makhaza, Khayelitsha
Cape Town
7784

Opening Hours

Monday 17:00 - 19:30
Tuesday 17:15 - 19:30
Wednesday 17:15 - 19:30
Thursday 17:15 - 19:30
Friday 13:15 - 19:00
Saturday 09:00 - 18:00
Sunday 09:30 - 03:30

Telephone

0736642576

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Aaa Hombelithongo mhlekazi posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Organization

Send a message to Aaa Hombelithongo mhlekazi:

Share