30/06/2026
ndivuka ndicinga ukuba x**a unoxinizelelo lwenqondo kwaye usazi ukubayini let ibangela ukuba ubenjalo kwaye uncedo kudala uzichaza ukuba x**a unoku fumana uncedo umgaphila. kwelilizwe Akumntu ungakanani uyazalwa ,usesesiswini , useyimbewu kuyafana.
luyakuze lifike Nini uncedo kuthi kunini sikhala seaside sithi kungcono apho uvela khona.
ungumntu okhokhele Abantu Vula indlebe umamele uzu nesisombululo kwaye uqondisise ukuba oko kuyenzeka.