Zone8 Community in Unity

Zone8 Community in Unity We are a community in Unity...

08/06/2026

Ngenene isitya esihle asidleli... Wangqina amazwi uSbongile athi noko kunje apha ukuba mnandi ndilulo undwendwe kwano mphambukeli... elam lona ikhaya lisemazulwini... Wathi intlungu nentsizi azaziwa khona...

Sizakube sisamkela umphanga singabahlali base Zone 8 on Tuesday, 9th June 2926... you are more than welcome to join us

25/09/2024

Bahlali... singabantu abatsha bengingqi yokuhlala yase Zone 8 senza ongazenzisiyo umbulelo ngenxaso either nasinika yona izolo... navumela abantwana benu, abanye abazali bade bakhapha bahamba kunye nathi... xa besihanjiswa apha kwaLanga sinikwa ingxolo bani ngendawo esihlala kuyo... sifunde lukhulu, ukusukela ngoku ukubheka phambili siyaya,I indawo esihlala kuyo kwaye siyazingca ngayo... Ta-Alfred Magwaca, siyabulela ngexesha lakho, MaRhadebe, sis'Thandi Gqiba, enkosi Mzali ngenxaso... nakuye wonkeeeeee ubani obekhona nobengekho kodwa wabe ezazi ukuba ulixhasile eliphulo, sibamba ngazo zozibini.... ndingabe andenzanga nto xa ndimshiya uMkenya Fruit & Veg Stall, akwandisele uBawo tatami... siyabulela... Siyacela nakulutsha lwezinye ingingqi zokuhlala zalapha kwaLanga sisebenzisane... Umanyano ngamandla, Maz' anethole

Tickets now available.... Tickets include Hotdog Popcorn Juice Sweets
25/06/2024

Tickets now available....

Tickets include Hotdog Popcorn Juice Sweets

Zone8 youth Movie Night
24/06/2024

Zone8 youth Movie Night

19/06/2024
Zone 8 Youth Fun Day...
19/06/2024

Zone 8 Youth Fun Day...

Address

120 Washington St. Langa
Cape Town
7455

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Zone8 Community in Unity posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Organization

Send a message to Zone8 Community in Unity:

Shortcuts

Share