11/06/2021
Molweni kuni nonke Nina nithe navela kweligumba lo Umso ndifuna ukunibulela ngokuphosa OO"LIKE"Benu ngoku ke ndicela amalungu afuna ukuzimanya nathi silapha Edelft, Leiden kodwa asikaqali sifuna ukudibana sizokwenza izicwangciso zokubasoqala njani phi, nabani :(clap n tap music)