Sifundisana NgoMoya wedlozi

Sifundisana NgoMoya wedlozi Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Sifundisana NgoMoya wedlozi, Nonprofit Organization, Bizana.

21/04/2024

Amaphupho

Amaphupho yinto ejule akhulu xa uyiqwalasela ngoba usuke ulele kodwa ukwazi ukubona izinto Kanye abantu , abanye abantu ke baphiwe ukubona emaphupheni yonke into ezokwenzeka,amanye amaphupho avezwe e Trick umzekelo kukhona amaphupho avela angacaci mzekelo vele ubone aManzi esithubeni uthi safuna ukulilandela linqamke kuvele umgwaqo yabona ke anjalo ngalana ndithi abanzima afuna umntu ojulileyo ngokumamela uMoya ngoba liyakwazi iphupho ukuqhubeka kude kuphele unyaka lisoloko likuchulezile ,kubekhona abantu nkosiyam abavalelwa amaphupho abo fumaniseke kuba umntu uyaphupha kodwa kusa ekuseni ulibele😭

21/04/2024

Amadlozi akafani ngendlela asebenza ngawo ngoba alk izibongo njengoba zehlukile njena namsiko ohlukile akwenziwa ngendlela efanayo , angeke ulindele ukuba idlozi lakho okanye ithongo lakho lizosebenza njenge lomngani wakho Kanye makhelwane ndizongena gabalala xasele bekhona abantu

21/04/2024

Mholweni ndinibulisa nonke ndizocela ukucacisa injongo yale page kukuba sifundisaneni ngedlozi ukuba lisebenza njani emntwini kwaye lisebenza xasele kutheni lihlala okanye liziveza kumntu onjani ,sibuye sicaciselane ngentsusa yokuba ithongo lisebenzise umthi kunye nabo futhi banedlozi lokuthandaza basebenzisa amanzi , kuninzi endifuna sifundisaneni ngako singabantwana bomzi ontsundu ndizocela umntu afake bonke abaziyo benomdla wokwazi kunye nokufunda ngento enedlozi

Address

Bizana

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Sifundisana NgoMoya wedlozi posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share