Makhosi Sukwini

Makhosi Sukwini Makhosi Sukwini Umhlali Egqeberha
(Port Elizabeth) Around Motherwell
Ixhwele /Inyangi. Siyahlola

0797186107 Vodacom -0687572113mtn WHATSAPP & Calls

Numbers azika jiki 0797186107
07/02/2026

Numbers azika jiki
0797186107

Camaghu Makhosi Amakhulu Enkosi Admin 🙏 isiwasho sisakha ngendlela yakudalaNo bath salts kodwa imilotha uthuthu lwamaxol...
20/01/2026

Camaghu Makhosi Amakhulu

Enkosi Admin 🙏

isiwasho sisakha ngendlela yakudala
No bath salts kodwa imilotha uthuthu lwamaxolo neengcambu(barks & roots)
imithi yenhlahla,ukuthande,yempumelelo imithi evula Amaphupho kusondele
[idlozi/Namathonga]

sifake ke imikhando nee perfumes namafutha nemali eshisiwe.
kushiyana ulwazi kuthi ke ukuthi u(add) ntoni kwizithako

isiwasho sasendulo bekuyimithi ethile eshisiwe yangu mlotha yazilelwa ithandazelwe/kukhulekwe kunikwe umuntu aphile,aphumelele,kwakheke inhlahla nempumelelo etc..

camaghu Makhosi Amakhulu Enkosi Admin 🙏 Vala umkhokha wengozi uqine Sakha ibutho lokuqina ungabi Lula engozini igazi lin...
15/01/2026

camaghu Makhosi Amakhulu

Enkosi Admin 🙏

Vala umkhokha wengozi uqine
Sakha ibutho lokuqina ungabi Lula engozini igazi lingaphalali nje umntu angalaliswa nge bomu esibhedlele/e Moshwari/ ethuneni.

hlangana neNyanga yakho uqine nawe uvale izinto iingozi ukufa kwange bomu

03/01/2026

Camaghu makhosi Amakhulu

Njengoba sifunda kwa social media platforms ubunyanga akusimdlalo
Ungafunda kubhaliwe idliso libulawa kanje nanje uqaphele kune dliso elishaya

*lidlala liqobe izintso
*lenyuke nge sfuba lenze iphika
*Omunye lenyuka limenze dizzy

Ingxaki elidliso alihluphi esuswini kodwa liyehla liyenyuka esfubeni livale umoya ukutya kubenzima Dokotela base Western bazothi uwiswe sisifo sePhika/seNhliziyo inganakwa indaba yedliso elikhoyo.

So uqaphele ngalo lonke ixesha isigulo ungabona kuthiwa phalaza kanje nakanje lizophuma kanti elodliso kumele lehliswe liphume ngaphantsi hayi ngaphezulu ngoba lokubulala straight hay indlalo.

S

02/01/2026

Camaghu makhosi Amakhulu



nje ulale phezulu kwawo qamele
ufake nanga phantsi kwe Bed
uvase ngawo b4 ulale.

siya hlola oku fikayo ngobusuku nokukwazi ufikelela kuwe uhlola ukuqina kwakho nokuqina komzii.

25/12/2025

Mery XMAS🍒 nibenosuku oluMnandi💌 oluzele Amathamsanqa nobu Mnandi nempathiswano emnandi kuma sapho enu
Drink ungayifaka ku 0797186107

07/12/2025

Camaghu makhosi Amakhulu

athe fika January uyofaka izinto zakho:

Umhungulo
mzaneno
unginakile
umkhalelwa
umlomomnand
ihlalanyosi
velabahleke
Umphumeleli
umkhanyakude
InhlahleMhlophe
shisa R10 uwufake.

lenduku iyatsala (attract) ikwenza uthandeke yenza abantu baku zwele usizi bakonwabele ubukho bakho

soak nemali coins 🪙 uphahle after 2days ungaqalisa ukuphalaza uvase yomele kuwe.
uthathe lomuthe uthenge Amafutha Chemist yesintu abomvu ufake lomuthi wenze isigqabo

abahambela umsebenzi nabanga qashwa permanent .abantwana abafun skolo. Nabo mama bestendi. nabo sisi abathi andifunwa ngabafana

06/12/2025

Camaghu makhosi Amakhulu

siyabonga Admin.

ngoku phatha kwakho umuthi unika izihlwele ohambo nazo izixhobo zikwazi ukulwela okanye ukuvulela kulonto sube uyicela ngelo xesha.
awuna (holiday) unyako zayo umlungiselela kwangoku.

weekend entle ezele
Amathamsanqa nokhuseleko Mawethu

27/11/2025

camaghu makhosi Amakhulu

Umntu akaphumi engazi endlini ukuba yinton ingxaki yakhe , uphuma eyazi ukuba uhlushwa slonda/Sisu/intloko/Amaphupho amabi etc....

lento yoku phuma uye Enyangeni/eMngomeni/Egqirheni uyohlola iza neengxaki inyanga iyayazi uma ungena kuyo ukhala Ngonyawo izolu hlola yona ayizo xelelwa nguwe ukuba Mayisebenze njani.
kokuku hlola kwakho uzobuya .
"uthwasa/wombethe/unedlozi elikhulu" etc....

Unganyangwa lento ifanelwe unyangwa kuwe...

BENDICEBISA ANDITHI MAKUTHI🙌🙏🙌🇿🇦

27/11/2025

camaghu makhosi Amakhulu

1impila - gqula ufake kwi ndwangu uyifake manzini uthonsisele
emadlebeni👂/ezimpumlweni👃.

2impila- gqula uyomise yome uyishise/qhumise.

3impila- gqula ufuthe /uvase/phalazele Mlilwen♨️ nase toilet 🚻 .

NQANDA AMAPHUPHO.
unamaphupho amabi usilwa .uleqwa .usitya . ulalwa/ulalana nabantu .

25/11/2025

camaghu makhosi Amakhulu

kulo mhlaba either ngumthandazo Or yintakatho ulungise okonakeleyo.

1uqiniselwa yinton = ubuthi nemimoya Yobuthakathi bungafikeleli lula kuwe notshaba elize ngenjongo ezimbi

2ukucutshwa/ukuthiyiselwa: ubuthi nemimoya emibi yabathakathi ithi ibizwa ithunyelwa kuwe
iye straight apho isicupho nempindamshaye ikhoyo izobuya ngaye umthakashana.

3ukuphindisa/ukubuyisela okubi kumthakathi
usebenzisa imithi elwayo efakwe impinda nesikhali ukuze uyithume ngeskhali looNduku ifike /igulise/ibeke phantsi/ibulale umthakathi okuzamayo

Camaghu makhosi Amakhulu December omhle no safe

13/11/2025

sekunjalo

Address

Umtata Mouth

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Makhosi Sukwini posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share