The Lubabalo Mashiqana Foundation

The Lubabalo Mashiqana Foundation Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from The Lubabalo Mashiqana Foundation, Nonprofit Organization, No 10 Mainstreet , Sheshegu, Alice.

The Lubabalo Mashiqana Foundation is a non-profit organization aimed at bringing change to the less fortunate and marginalized communities from different backgrounds across the country.

05/12/2025

Ingaba unaso i-stipend kodwa usokola indawo yokuxelenga? I-EC Indaba ivula ingcango zayo kulonyaka uzayo ka-2026! 🚀

Amathuba okufumana indawo akhona kula macandelo alandelayo:

📌 Marketing
📌 Graphic Design
📌 Journalism
📌 Administration

Ukuba ukulungele ukufumana amava kwigumbi leendaba,nokuthatha inkxaxheba kwezoshishino, eli lithuba lakho!

📩 Thumela iCV yakho: [email protected]
⏳ Izithuba ezikhoyo ziqingqiwe!

01/11/2025

Bahlanu-(5)bebonke abantu ababhubhileyo logama ababini (2)befumene ukonzakala emveni kokuba iimoto ezimbini zingquzulene kuhola wendlela uM4 eGqeberha. Izithuthi ezibini zohlobo lweSUV, ngobusuku baphezolo(31/10),ziye zabandakanyeka engozini emasikizi kuhola wendlela uM4 ukusuka eSummerstrand ukuya....

Centre for Human Rights South African Human Rights Commission, Johannesburg
29/10/2025

Centre for Human Rights South African Human Rights Commission, Johannesburg

22/10/2025

By Esona Magawana Iqalile izolo(21/10) Inkqubo yeveki yonke yokuzisa iNdlu yoWiso-mthetho ebantwini. Le nkqubo ibanjelwe kwiholo egcweleyo yeHotele i-ICC kuMasipala oMbaxa waseBuffalo City eMonti. Ngexa lokuqhutywa komsebenzi wale Nkqubo, abathathi-nxaxheba bafumene iingxelo ezithwe thaca ngooSihlal...

21/10/2025

Ukusukela ngomhla weshumi elinesithathu(13) ukuya ngoweshumi elinethoba(19) kweyeDwarha ngo-2025, amapolisa aseMpuma Koloni athathe amanyathelo angama-82,402 njengenxalenye yephulo i-Operation Shanela II, nto leyo ekhokhele ekubanjweni kwabarhanelwa abangamakhulu alithoba anamashumi asixhenxe aneibh...

17/10/2025
17/10/2025

Aba bahlali bajongane ngezithyolo zokuthathela umthetho ezandleni. Eli qela labahlali babanjiweyo likwaquka no Ward Councilor, abantwana besikolo kunye namaxhego. Oku kusemva kokufunyanwa komzimba womfana owoyamaniswa nokudlwengulwa ze kubulawe kuka Mama u Nozipho Ntinti Mtimba (74). Ngokwengxelo ze...

Address

No 10 Mainstreet , Sheshegu
Alice
5709

Telephone

+27100232627

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when The Lubabalo Mashiqana Foundation posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share